UMBHALO WOFUNDO KUNOMATHOTHOLO
UMXHASI INOMBOLO YOKUSEBENZA
IMVELISO UMHLA
ISIHLONIPHO UBALO LWAMAGAMA
UNOMATHOTHOLO ONEMFUNDISO
UBUDE INOMBOLO YOPHENGULULO
AMA-40"
UMONGAMELI WEZOBUGCISA UMBHALI WEKOPI
IMIPHUMELA YESANDI INGXOXO
Siyintoni na xa sizimele sodwa? Singaba yintoni xa sinokuhlangana nabanye abantu size sivale umsantsa omkhulu phakathi kwakhe nawuphi na omnye wethu? Yile ngcinga eyenze u-Telkom abe yinkampani ephambili kwezonxibelelwano eMzantsi Afrika.
Ngulo moya wezimpembelelo othe wakhokhelela ukuba urhulumente woMzantsi Afrika akhwebe bonke abemi boMzantsi Afrika ukuba babengabanikazi bezabelo ze-Telkom ngokunokokwabo.
Fumana ulwazi oluthe xaxe kwincwadana yakho yezikhokelo ngezabelo ezifumaneka mahala kwi-ofisi zasePosini kunye namasebe athatha inxaxheba eBhanki yakwa-Standard.
Lo ayingomceli mngeni wokuthenga okanye ukuhlawula imali yokuthenga izabelo. Incwadana enengcombolo ezipheleleyo ngokunikezelwa kwezabelo iya kubhaliswa kwaye ikhutshwe xa umceli mngeni wokunikezela izabelo usenziwa.
Umceli Mngeni weZabelo zakwa-Telkom
Amandla ethu asekwabelaneni.
UMBHALO WOFUNDO KUNOMATHOTHOLO
UMXHASI INOMBOLO YOKUSEBENZA
IMVELISO UMHLA
ISIHLONIPHO UBALO LWAMAGAMA
UNOMATHOTHOLO ONEMFUNDISO
UBUDE INOMBOLO YOPHENGULULO
AMA-40"
UMONGAMELI WEZOBUGCISA UMBHALI WEKOPI
IMIPHUMELA YESANDI INGXOXO
Ngengcingo zomnxeba eziphantse zafikelela kwizigidi ezihlanu I-Telkom izinikezele ekwakheni ikamva eliqaqambileyo labo bonke abemi boMzantsi Afrika.
Fumana ulwazi oluthe xaxe kwincwadana yakho yezikhokelo ngezabelo ezifumaneka mahala kwi-ofisi zasePosini kunye namasebe athatha inxaxheba eBhanki yakwa-Standard.
Lo ayingomceli mngeni wokuthenga okanye ukuhlawula imali yokuthenga izabelo. Incwadana enengcombolo ezipheleleyo ngokunikezelwa kwezabelo iya kubhaliswa kwaye ikhutshwe xa umceli mngeni wokunikezela izabelo usenziwa.
Umceli Mngeni weZabelo zakwa-Telkom
Amandla ethu asekwabelaneni.
UMBHALO WOFUNDO KUNOMATHOTHOLO
UMXHASI INOMBOLO YOKUSEBENZA
IMVELISO UMHLA
ISIHLONIPHO UBALO LWAMAGAMA
UNOMATHOTHOLO ONEMFUNDISO
UBUDE INOMBOLO YOPHENGULULO
AMA-40"
UMONGAMELI WEZOBUGCISA UMBHALI WEKOPI
IMIPHUMELA YESANDI INGXOXO
I-Telkom sele ineziseko zobuchwepheshe obukumgangatho wehlabathi kwaye izinikezele ekwakheni ikamva eliqaqambileyo labo bonke abemi boMzantsi Afrika.